1 Usamuweli 28:1 XHO75

1 Kwathi ngaloo mihla, amaFilisti ayihlanganisa yonke imikhosi yawo, ukuze aphume umkhosi aye kulwa namaSirayeli. Wathi uAkishe kuDavide, Yazi ngokuqinisekileyo ukuba ùya kuphuma nomkhosi wam, wena namadoda akho.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 28

imbono 1 Usamuweli 28:1 kwimeko