14 Wathi kuye, Únjani na ukumila kwawo? Yathi inkazana, Kunyuke indoda enkulu, ithe wambu ingubo yokwaleka. Wazi ke uSawule ukuba nguSamuweli lowo. Wathoba ngobuso emhlabeni, waqubuda.
funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 28
imbono 1 Usamuweli 28:14 kwimeko