1 Usamuweli 28:20 XHO75

20 Wawa kwaoko uSawule emhlabeni, waqungquluza, woyika kunene ngamazwi kaSamuweli; akwabakho namandla kuye; ngokuba ubengadlanga kudla imini yonke nobusuku bonke.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 28

imbono 1 Usamuweli 28:20 kwimeko