1 Usamuweli 28:8 XHO75

8 USawule wazenza mntu wumbi, wambatha ngubo zimbi, waya enamadoda amabini. Baya bafika kwinkazana leyo ebusuku. Wathi, Khawundivumisele ngeshologu lakho, undinyusele lowo ndiya kuthetha yena kuwe.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 28

imbono 1 Usamuweli 28:8 kwimeko