1 Usamuweli 29:9 XHO75

9 Waphendula uAkishe wathi kuDavide, Ndiyazi ukuba ùlungile emehlweni am njengesithunywa sikaThixo; kodwa abathetheli bamaFilisti bathe, Makangenyuki nathi, aye ekulweni.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 29

imbono 1 Usamuweli 29:9 kwimeko