1 Usamuweli 3:15 XHO75

15 Walala uSamuweli kwada kwasa, wazivula ke iingcango zendlu kaYehova. USamuweli woyika ukumxelela uEli umbono lowo.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 3

imbono 1 Usamuweli 3:15 kwimeko