1 Usamuweli 30:19 XHO75

19 akwasala nanye into kuzo, kuthabathela kwencinane kwesa kwenkulu, kwesa koonyana neentombi; kwathabathela kwixhoba kwesa kwinto yonke abeyithimbile kubo. Yonke into wayibuyisa uDavide.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 30

imbono 1 Usamuweli 30:19 kwimeko