1 Usamuweli 31:3 XHO75

3 Kwaba nzima ukulwa kuSawule; bamfumana abatoli, amadoda anesaphetha, wathuthumela kakhulu ngenxa yabatoli.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 31

imbono 1 Usamuweli 31:3 kwimeko