1 Usamuweli 4:10 XHO75

10 Alwa ke amaFilisti, awabulala amaSirayeli; asaba ke wona, waya elowo ententeni yakhe; abulawa kakhulu kunene. Kwawa kumaSirayeli amawaka angamashumi amathathu angumqikela.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 4

imbono 1 Usamuweli 4:10 kwimeko