1 Usamuweli 4:12 XHO75

12 Kwabaleka indoda yakwaBhenjamin, ivela emkhosini, yafika eShilo kwangaloo mini, iingubo zayo zikrazukile, inomhlaba entloko.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 4

imbono 1 Usamuweli 4:12 kwimeko