1 Usamuweli 4:17 XHO75

17 Waphendula umbiki, wathi, Asabile amaSirayeli phambi kwamaFilisti, kananjalo babulewe kakhulu abantu, kananjalo oonyana bakho bobabini bafile, ooHofeni noPinehasi; ityeya kaThixo ithinjiwe.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 4

imbono 1 Usamuweli 4:17 kwimeko