1 Usamuweli 4:19 XHO75

19 Ke kaloku umolokazana wayo, umkaPinehasi, ebemithi, eza kuzala. Wathi akuziva iindaba zokuthinjwa kwetyeya kaThixo, nezokufa koyise wendoda nokwendoda yakhe, waguqa, wazala; ngokuba yamfikela inimba.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 4

imbono 1 Usamuweli 4:19 kwimeko