1 Usamuweli 6:14 XHO75

14 Inqwelo yafika entsimini kaYoshuwa waseBhete-shemeshe, yema khona.Bekukho ilitye elikhulu khona. Bayicanda imithi yenqwelo, bazinyusa iimazi ezintsha ezo zalidini elinyukayo kuYehova.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 6

imbono 1 Usamuweli 6:14 kwimeko