1 Usamuweli 7:6 XHO75

6 Ahlanganiselana eMizpa, akha amanzi, awaphalaza phambi koYehova, azila ukudla ngaloo mini, athi khona, Sonile kuYehova. Wabalawula uSamuweli oonyana bakaSirayeli eMizpa.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 7

imbono 1 Usamuweli 7:6 kwimeko