1 Usamuweli 8:11 XHO75

11 Wathi, Lilo eli ísiko lokumkani oya kuba ngukumkani kuni: Oonyana benu uya kubathabatha abamisele yena ezinqwelweni zakhe zokulwa, nasemahasheni akhe akhwelwayo, babaleke phambi kwenqwelo yakhe;

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 8

imbono 1 Usamuweli 8:11 kwimeko