1 Usamuweli 9:13 XHO75

13 xa ningena kulo mzi, noyifumana ingekenyuki iye kudla esigangeni; kuba abayi kudla abantu ingekafiki; ngokuba usikelelwa yiyo umbingelelo, baze badle emveni koko abamenyiweyo; nyukani ngoku, ngokuba noyifumana ngoku.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 9

imbono 1 Usamuweli 9:13 kwimeko