1 Usamuweli 9:21 XHO75

21 Waphendula uSawule, wathi, AndingumBhenjamin yini na, wesizwe esincinanana kwaSirayeli? Nomzalwane wakowethu awuphantsi na emizalwaneni yonke yesizwe sakwaBhenjamin? Yini na ukuba uthethe ilizwi elinje kum?

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 9

imbono 1 Usamuweli 9:21 kwimeko