1 Usamuweli 9:3 XHO75

3 Ke kaloku uKishe, uyise kaSawule, walahlekelwa ziimazi zakhe zamaesile. Wathi uKishe kuSawule unyana wakhe, Khawuthabathe omnye kubafana ahambe nawe, usuke uye kuzifuna iimazi zamaesile.

funda isahluko epheleleyo 1 Usamuweli 9

imbono 1 Usamuweli 9:3 kwimeko