2 Izikronike 1:14 XHO75

14 USolomon wahlanganisa iinqwelo zokulwa namahashe akhwelwayo; waba newaka elinamakhulu amané eenqwelo zokulwa, namawaka alishumi elinamabini amahashe akhwelwayo; wazibeka emizini yeenqwelo, nakukumkani eYerusalem.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 1

imbono 2 Izikronike 1:14 kwimeko