2 Izikronike 1:9 XHO75

9 Ke kaloku, Yehova Thixo, malinyaniseke ilizwi lakho owalenza kuDavide ubawo; ngokuba wena undenzé ukumkani wabantu abaninzi njengothuli lomhlaba.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 1

imbono 2 Izikronike 1:9 kwimeko