2 Izikronike 11:1 XHO75

1 Weza uRehabheham eYerusalem, wabizela ndawonye indlu yakwaYuda neyakwaBhenjamin, ikhulu elinamanci asibhozo amawaka amadodana okulwa imfazwe, ukuba aye kulwa namaSirayeli, bubuyiselwe ubukumkani kuRehabheham.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 11

imbono 2 Izikronike 11:1 kwimeko