2 Izikronike 12:16 XHO75

16 URehabheham walala kooyise, wangcwatyelwa emzini kaDavide; uAbhiya, unyana wakhe, waba ngukumkani esikhundleni sakhe.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 12

imbono 2 Izikronike 12:16 kwimeko