2 Izikronike 13:12 XHO75

12 Niyabona, unathi eyintloko uThixo, nababingeleli bakhe banathi, namaxilongo okuduma, ukuba anivuse. Nyana bakaSirayeli, musani ukulwa noYehova uThixo wooyihlo; ngokuba aniyi kuba nampumelelo.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 13

imbono 2 Izikronike 13:12 kwimeko