2 Izikronike 13:5 XHO75

5 aninakwazi na ukuba uYehova, uThixo kaSirayeli, ubukumkani kumaSirayeli wabunika uDavide ngonaphakade, yena noonyana bakhe, ngomnqophiso wetyuwa?

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 13

imbono 2 Izikronike 13:5 kwimeko