2 Izikronike 14:1 XHO75

1 UAbhiya walala kooyise; bamngcwabela emzini kaDavide; ke uAsa unyana wakhe waba ngukumkani esikhundleni sakhe. Ngemihla yakhe ilizwe lazola iminyaka yalishumi.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 14

imbono 2 Izikronike 14:1 kwimeko