2 Izikronike 14:11 XHO75

11 UAsa wabiza kuYehova uThixo wakhe, wathi, Yehova, akukho bani ingenguwe onokunceda phakathi konamandla nongenawo. Síncede, Yehova, Thixo wethu; ngokuba sayamé ngawe, sizé kule ngxokolo egameni lakho. Yehova, ùnguThixo wethu, makangabi namandla umntu okumelana nawe.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 14

imbono 2 Izikronike 14:11 kwimeko