2 Izikronike 14:13 XHO75

13 UAsa nabantu ababenaye bawasukela, bada besa eGerare; oyiswa amaKushi ngokokude angabi nakubuya aphethule; ngokuba aqotywa phambi koYehova, naphambi komkhosi wakhe; bemka nexhoba elininzi kunene.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 14

imbono 2 Izikronike 14:13 kwimeko