2 Izikronike 15:16 XHO75

16 Kananjalo ukumkani wamguzula uMahaka unina, ukuba angabi saba yinkosikazi; ngokokuba wayemenzele uAshera* isithixo esilisikizi. Waza uAsa wasixhaxha isithixo sakhe, wasithi vithivithi, wasitshisa emlanjaneni oyiKidron.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 15

imbono 2 Izikronike 15:16 kwimeko