2 Izikronike 15:2 XHO75

2 Waphuma, esiya kukhawulela uAsa, wathi kuye, Ndiphulaphuleni, Asa, nani nonke maYuda namaBhenjamin; uYehova unáni ekubeni ninaye; ukuba nithe namquqela, nomfumana; ukuba nithe namshiya, wonishiya nani.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 15

imbono 2 Izikronike 15:2 kwimeko