2 Izikronike 15:9 XHO75

9 Wawahlanganisa onke amaYuda namaBhenjamin nabasemzini ababekuwo, bakwaEfrayim, nabakwaManase, nabakwaSimon; ngokuba bagalela kuye abakwaSirayeli babaninzi, bakubona ukuba uYehova uThixo wakhe unaye.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 15

imbono 2 Izikronike 15:9 kwimeko