2 Izikronike 18:31 XHO75

31 Kwathi, bakumbona uYehoshafati abathetheli beenqwelo zokulwa, bathi bona, Ngukumkani wakwaSirayeli; bamrhawula, beza kulwa naye. Wakhala uYehoshafati; uYehova wamnceda, uThixo wabasonga kuye.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 18

imbono 2 Izikronike 18:31 kwimeko