2 Izikronike 18:33 XHO75

33 Wathi umntu watyeda isaphetha efunisela, watola ukumkani wakwaSirayeli ekuhlanganeni kwengubo yentsimbi namasondo ayo. Wathi kumqhubi wenqwelo yakhe yokulwa, Jika izandla zakho, undikhuphele ngaphandle komkhosi, ngokuba ndingxwelerhiwe.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 18

imbono 2 Izikronike 18:33 kwimeko