2 Izikronike 2:11 XHO75

11 UHiram ukumkani waseTire wathumela kuSolomon ngokubhala, wathi, UYehova, ngokubathanda kwakhe abantu bakhe, ukumisile ukuba ube ngukumkani kubo.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 2

imbono 2 Izikronike 2:11 kwimeko