2 Izikronike 2:16 XHO75

16 Ke thina sogawula imithi eLebhanon njengokufuna kwakho konke, siyizise kuwe eYafo ngokuyidadisa elwandle, uyinyuse wena, uyise eYerusalem.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 2

imbono 2 Izikronike 2:16 kwimeko