2 Izikronike 2:18 XHO75

18 Wamisa amashumi asixhenxe amawaka kuwo aba ngabathwali; namashumi asibhozo amawaka aba ngabasebenzi bemithi, nabaqingqi bamatye ezintabeni; namawaka amathathu anamakhulu amathandathu aba ngabongameli bokusebenzisa abantu.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 2

imbono 2 Izikronike 2:18 kwimeko