2 Izikronike 20:10 XHO75

10 Yabona ke naba oonyana baka-Amon, nabakaMowabhi, nabasentabeni, yakwaSehire, owawungavumanga ukuba amaSirayeli abangenele ekuphumeni kwawo ezweni laseYiputa; ngokuba ábayeka, àkabatshabalalisa;

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 20

imbono 2 Izikronike 20:10 kwimeko