2 Izikronike 20:23 XHO75

23 Ngokuba oonyana baka-Amon nabakaMowabhi besuka balwa nabemi bentaba yakwaSehire, ukuba babasingele phantsi, babatshabalalise. Bakubagqiba abemi bakwaSehire, babulalana kwabodwa.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 20

imbono 2 Izikronike 20:23 kwimeko