2 Izikronike 20:25 XHO75

25 UYehoshafati nabantu bakhe beza kuphanga amaxhoba; bafumana kubo into eninzi: impahla, nezidumbu, nezinto ezinqwenelekayo; baziphangela, kwayinkohla ukuyithwala. Baba ntsuku ntathu bewaphanga amaxhoba, ngokuba abemaninzi.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 20

imbono 2 Izikronike 20:25 kwimeko