2 Izikronike 20:37 XHO75

37 Waprofeta uEliyezere, unyana kaDodavahu waseMaresha, ngoYehoshafati, esithi, Ngokudibana kwakho noAhaziya, úyaphule uYehova imisebenzi yakho. Zaphuka ke iinqanawa ezo, azaba nakuya eTarshishe.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 20

imbono 2 Izikronike 20:37 kwimeko