2 Izikronike 22:7 XHO75

7 Kwaphuma kuThixo ukutyunyuzwa kuka-Ahaziya, ngokuthi eze kuYehoram. Ekufikeni kwakhe waphuma noYehoram; baya kuYehu unyana kaNimshi, awamthambisayo uYehova ukuba ayinqamle indlu ka-Ahabhi.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 22

imbono 2 Izikronike 22:7 kwimeko