2 Izikronike 23:1 XHO75

1 Ngomnyaka wesixhenxe wazomeleza uYehoyada, wathabatha abathetheli-makhulu, uAzariya unyana kaYehoram, noIshmayeli unyana kaYehohanan, noAzariya unyana kaObhedi, noMahaseya unyana ka-Adaya, noElishafati unyana kaZikri, wanqophisana nabo.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 23

imbono 2 Izikronike 23:1 kwimeko