2 Izikronike 23:13 XHO75

13 Wakhangela, wambona ukumkani emi endaweni ephakamileyo ekungeneni, abathetheli nabavutheli-maxilongo bengakukumkani; abantu bonke belizwe bevuya, bevuthela amaxilongo; iimvumi zineempahla zokuvuma, zihlabela awokudumisa. UAtaliya wazikrazula iingubo zakhe, wathi, Licebo! licebo!

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 23

imbono 2 Izikronike 23:13 kwimeko