2 Izikronike 24:23 XHO75

23 Kwathi ekupheleni komnyaka, yenyuka yeza kuye impi yama-Aram;* eza kwaYuda naseYerusalem, ábatshabalalisa bonke abathetheli babantu ebantwini; onke amaxhoba awo awathumela kukumkani waseDamasko.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 24

imbono 2 Izikronike 24:23 kwimeko