2 Izikronike 25:11 XHO75

11 UAmatsiya wazomeleza, wabaqhuba abantu bakhe, waya eSihlanjeni seTyuwa, wabulala koonyana bakwaSehire ishumi lamawaka.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 25

imbono 2 Izikronike 25:11 kwimeko