2 Izikronike 25:25 XHO75

25 UAmatsiya unyana kaYowashe, ukumkani wakwaYuda, emva kokufa kukaYowashe unyana kaYehowahazi, ukumkani wakwaSirayeli, waba minyaka ilishumi linesihlanu esidla ubomi.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 25

imbono 2 Izikronike 25:25 kwimeko