2 Izikronike 25:4 XHO75

4 Ke oonyana babo akababulalanga, kwanjengoko kubhaliweyo emyalelweni, encwadini kaMoses, apho uYehova ebewise khona umthetho wokuthi: Mabangabulawa ooyise ngenxa yoonyana, noonyana mabangabulawa ngenxa yooyise; elowo makabulawe ngesakhe isono.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 25

imbono 2 Izikronike 25:4 kwimeko