2 Izikronike 26:21 XHO75

21 Waye u-Uziya ukumkani eneqhenqa, kwada kwayimini yokufa kwakhe, wahlala endlwini eyodwa, eneqhenqa; ngokuba wanqanyulwa endlwini kaYehova. UYotam, unyana wakhe, wayiphatha indlu yokumkani, ebalawula abantu belizwe.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 26

imbono 2 Izikronike 26:21 kwimeko