2 Izikronike 27:5 XHO75

5 Walwa noonyana baka-Amon, waboyisa. Oonyana baka-Amon bamnika ngaloo mnyaka ikhulu leetalente* zesilivere, neshumi lamawaka eekore* zengqolowa, neshumi lamawaka erhasi. Oko baphinda bakuzisa kuye oonyana baka-Amon ngomnyaka wesibini nangowesithathu.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 27

imbono 2 Izikronike 27:5 kwimeko