2 Izikronike 28:1 XHO75

1 UAhazi ubeminyaka imashumi mabini ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe; waba neminyaka elishumi elinamithandathu engukumkani eYerusalem.Àkakwenza okuthe tye emehlweni kaYehova njengoDavide uyise;

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 28

imbono 2 Izikronike 28:1 kwimeko