2 Izikronike 28:8 XHO75

8 Oonyana bakaSirayeli bathimba kubazalwana babo amakhulu amabini amawaka, abafazi, noonyana, neentombi, kananjalo babaphanga amaxhoba amaninzi, bawazisa amaxhoba lawo kwaSamari.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 28

imbono 2 Izikronike 28:8 kwimeko